Skip to product information
1 of 1

New Africa Books

Umodjadji Ikumknikazi: Kubalisa uDonve (isiXhosa)

Umodjadji Ikumknikazi: Kubalisa uDonve (isiXhosa)

Regular price MRP. 65.00
Regular price Sale price MRP. 65.00
Sale Sold out
Oku kusekwe kwimbali yaseAfrika, UModjadji, iKumkanikazi yeMvula. Sibaliselwa ngokufika kukaModjadji kumhlaba Bolobedu owawuthwaxwa ziimbalela nayintlupheko ngenxa yokunqaba kwemvula. Phambi kokufika kukaModjadji abantwana baseBolobedu babengekaze bayibone imvula. UModjadji wasebenzisa imilingo yakhe, yaza yana imvula abantu bachulumanca kakhulu. Ngethutyana elincane nje emva koko, waguquka umhlaba wanengca nezityalo eziluhlaza yaka, baze abantu bondleka, basempilweni kwakhona. 
Pages 10 
Format Paperback
ISBN 9781919876214
View full details

Talk about your brand

Share information about your brand with your customers. Describe a product, make announcements, or welcome customers to your store.