New Africa Books
Isikhumba Esikuso nguSindiwe Magona (IsiXhosa)
Isikhumba Esikuso nguSindiwe Magona (IsiXhosa)
Couldn't load pickup availability
Xa sihlangana nomntu, enye yezinto esiyiqaphelayo libala lesikhumba sakhe. Kodwa ke elo bala lesikhumba sakhe yintoni na elingasexelela yona ngaye lowo? Nokuba bathini na abanye abantu, isikhumba sakho incinci kakhulu esithethayo. Ngaphakathi sifana xa sisonke.
Hlangana noNjabulo, noAisha, Tim, Chris, noRoshni xa befundisisa ngokuba kutheni na le nto abantu aba bohlukile ngebala yaye, ngaleyo. izimvo zoluntu ziguqukenjani na apha ekuhambenin kwexesha. Isikhumba esikuso yincwadi engehlombe olungako ngomnyama oluluntu, eMzantsi Afrika nandawenizimbi.
Author Sindiwe Magona
ISBN 9781485626336
Format Paperback
Pages 42
Share

Talk about your brand
Share information about your brand with your customers. Describe a product, make announcements, or welcome customers to your store.