{"product_id":"copy-of-isikhumba-esikuso-ihlombe-ngeguqu-nguquko-ekudaleka-kwebala-lesikhumba-xhosa","title":"Isikhumba Esikuso nguSindiwe Magona (IsiXhosa)","description":"\u003cp\u003eXa sihlangana nomntu, enye yezinto esiyiqaphelayo libala lesikhumba sakhe. Kodwa ke elo bala lesikhumba sakhe yintoni na elingasexelela yona ngaye lowo? Nokuba bathini na abanye abantu, isikhumba sakho incinci kakhulu esithethayo. Ngaphakathi sifana xa sisonke.\u003c\/p\u003e\n\u003cp\u003eHlangana noNjabulo, noAisha, Tim, Chris, noRoshni xa befundisisa ngokuba kutheni na le nto abantu aba bohlukile ngebala yaye, ngaleyo. izimvo zoluntu ziguqukenjani na apha ekuhambenin kwexesha. Isikhumba esikuso yincwadi engehlombe olungako ngomnyama oluluntu, eMzantsi Afrika nandawenizimbi.\u003c\/p\u003e\n\u003cp\u003eAuthor Sindiwe Magona\u003c\/p\u003e\n\u003cp\u003eISBN 9781485626336\u003c\/p\u003e\n\u003cp\u003eFormat Paperback \u003c\/p\u003e\n\u003cp\u003ePages 42\u003c\/p\u003e","brand":"New Africa Books","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":39308268306517,"sku":"9781485626336","price":125.0,"currency_code":"INR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/0105\/0053\/8453\/products\/preview.gdbc-5435-g880.0.photo.1485626331_34514031-bb59-49ae-ae83-ff72f0b87fcf.jpg?v=1617199856","url":"https:\/\/vikas-test.myshopify.com\/products\/copy-of-isikhumba-esikuso-ihlombe-ngeguqu-nguquko-ekudaleka-kwebala-lesikhumba-xhosa","provider":"Vikas Test","version":"1.0","type":"link"}